IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye inkosi yakhe yabona ukuba uYehova wayenaye kwanokuba yonk’ into awayeyenza uYehova wayeyiphumelelisa esandleni sakhe.

  • 1 Samuweli 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yaye uSawule wabona waza wazi ukuba uYehova unoDavide.+ Ke yena uMikali, intombi kaSawule, wamthanda.+

  • Zekariya 8:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+

  • IZenzo 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye iintloko-ntsapho zamkhweletela+ uYosefu zaza zamthengisa eYiputa.+ Kodwa uThixo wayenaye,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share