2 Kronike 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ezi yayizizigxina zabo ngokwezindlu zookhokho babo: KwaYuda iintloko zamawaka, uAdenahi intloko, yaye ababenaye yayingamakhulu amathathu amawaka amakroti, amadoda anamandla.+
14 Ezi yayizizigxina zabo ngokwezindlu zookhokho babo: KwaYuda iintloko zamawaka, uAdenahi intloko, yaye ababenaye yayingamakhulu amathathu amawaka amakroti, amadoda anamandla.+