IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko uAbhiya walwa imfazwe nomkhosi wamajoni angamakhulu amane amawaka amadoda emfazwe anamandla,+ amadoda anyuliweyo. UYerobhoham yena wakha uluhlu lwedabi nxamnye naye namadoda angamakhulu asibhozo amawaka anyuliweyo, angamakroti, amadoda anamandla.+

  • 2 Kronike 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UAsa waba nomkhosi wamajoni athwala ikhakha elikhulu+ nencula,+ amakhulu amathathu amawaka akwaYuda.+ Yaye kwaBhenjamin abo baphatha ingweletshetshe nabagoba isaphetha+ babengamakhulu amabini anamashumi asibhozo amawaka.+ Onke la yayingamakroti, amadoda anamandla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share