16 Yaza ingelosi+ yolulela isandla sayo ngaseYerusalem ukuze iyonakalise; yaye uYehova wazisola+ ngentlekele leyo, waza ke wathi kwingelosi leyo yayisonakalisa ebantwini: “Kwanele! Sithobe ngoku isandla sakho.” Ingelosi leyo kaYehova yayikufuphi nesanda sika-Arawuna+ umYebhusi.+