2 Samuweli 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwathi ke xa abathwali+ betyeya kaYehova babehambe amanyathelo amathandathu, yena ngoko nangoko wabingelela ngenkunzi yenkomo nethole elityetyisiweyo.+ 1 Kumkani 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye uKumkani uSolomon kunye nendibano yonke kaSirayeli, abo babegcina idinga labo lokuhlanganisana kunye naye, babephambi kweTyeya, bebingelela+ ngezimvu neenkomo ezazingenakulinganiswa okanye zibalwe ngenxa yobuninzi.+
13 Kwathi ke xa abathwali+ betyeya kaYehova babehambe amanyathelo amathandathu, yena ngoko nangoko wabingelela ngenkunzi yenkomo nethole elityetyisiweyo.+
5 Yaye uKumkani uSolomon kunye nendibano yonke kaSirayeli, abo babegcina idinga labo lokuhlanganisana kunye naye, babephambi kweTyeya, bebingelela+ ngezimvu neenkomo ezazingenakulinganiswa okanye zibalwe ngenxa yobuninzi.+