Estere 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akungena uHaman, ukumkani wathi kuye: “Makwenziwe ntoni na kwindoda athanda ukuyibeka embekweni ukumkani?”+ UHaman wathi entliziyweni yakhe: “Ngubani na ukumkani anokuthanda ukumbeka embekweni ngaphezu kwam?”+ IMizekeliso 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+ Luka 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ Yakobi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+
6 Akungena uHaman, ukumkani wathi kuye: “Makwenziwe ntoni na kwindoda athanda ukuyibeka embekweni ukumkani?”+ UHaman wathi entliziyweni yakhe: “Ngubani na ukumkani anokuthanda ukumbeka embekweni ngaphezu kwam?”+
14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+