2 Kumkani 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Akunjalo na, ukuba kuya kuqhubeka kukho uxolo nenyaniso+ ngemihla yam?”+
19 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Akunjalo na, ukuba kuya kuqhubeka kukho uxolo nenyaniso+ ngemihla yam?”+