2 Kumkani 21:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekugqibeleni uManase walala kookhokho bakhe+ yaye wangcwatywa emyezweni wendlu yakhe, emyezweni kaUza;+ yaye uAmon unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
18 Ekugqibeleni uManase walala kookhokho bakhe+ yaye wangcwatywa emyezweni wendlu yakhe, emyezweni kaUza;+ yaye uAmon unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.