IMizekeliso 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Umphefumlo onesisa uya kutyetyiswa,+ yaye oseza abanye ngesisa naye uya kusezwa ngesisa.+ IZenzo 20:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ndinibonisile ezintweni zonke ukuba nimele nisebenze+ ukuze nincede abo babuthathaka,+ yaye nimele niwakhumbule amazwi eNkosi uYesu, xa yona ngokwayo yathi, ‘Kunoyolo ngakumbi ukupha+ kunokwamkela.’”
35 Ndinibonisile ezintweni zonke ukuba nimele nisebenze+ ukuze nincede abo babuthathaka,+ yaye nimele niwakhumbule amazwi eNkosi uYesu, xa yona ngokwayo yathi, ‘Kunoyolo ngakumbi ukupha+ kunokwamkela.’”