IMizekeliso 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+ Mateyu 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Philisani abantu abagulayo,+ vusani abantu abafileyo, hlambululani abaneqhenqa, khuphani iidemon. Namkele ngesisa, yiphani ngesisa.+ Luka 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+
8 Philisani abantu abagulayo,+ vusani abantu abafileyo, hlambululani abaneqhenqa, khuphani iidemon. Namkele ngesisa, yiphani ngesisa.+
38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+