Yeremiya 27:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa ukuba bangabaprofeti yaye ukuba ilizwi likaYehova likho kubo, mabancede, bambongoze uYehova wemikhosi,+ ukuba izitya eziseleyo endlwini kaYehova nasendlwini kakumkani wakwaYuda naseYerusalem zingayi eBhabhiloni.’
18 Kodwa ukuba bangabaprofeti yaye ukuba ilizwi likaYehova likho kubo, mabancede, bambongoze uYehova wemikhosi,+ ukuba izitya eziseleyo endlwini kaYehova nasendlwini kakumkani wakwaYuda naseYerusalem zingayi eBhabhiloni.’