1 Kumkani 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nize nibize egameni lothixo wenu,+ nam ndiya kubiza egameni likaYehova; yaye kuya kuthi uTHIXO wenyaniso ophendule ngomlilo+ abe nguTHIXO wenyaniso.”+ Baphendula bonke abantu bathi: “Le nto ilungile.” Yeremiya 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Nawe ke, ungasithandazeli esi sizwana, ungaphakamisi nesikhalo sokubongoza okanye umthandazo nokubongoza kum ngenxa yaso,+ kuba ndiya kube ndingakuphulaphulanga.+
24 Nize nibize egameni lothixo wenu,+ nam ndiya kubiza egameni likaYehova; yaye kuya kuthi uTHIXO wenyaniso ophendule ngomlilo+ abe nguTHIXO wenyaniso.”+ Baphendula bonke abantu bathi: “Le nto ilungile.”
16 “Nawe ke, ungasithandazeli esi sizwana, ungaphakamisi nesikhalo sokubongoza okanye umthandazo nokubongoza kum ngenxa yaso,+ kuba ndiya kube ndingakuphulaphulanga.+