2 Kronike 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye waqhubeka ethandaza Kuye, kangangokuba Yena wasabela kwisibongozo+ sakhe ibe Yena wakuva ukucela kwakhe ubabalo wambuyisela eYerusalem ebukumkanini bakhe;+ wamazi ke uManase uYehova ukuba unguTHIXO oyinyaniso.+
13 Yaye waqhubeka ethandaza Kuye, kangangokuba Yena wasabela kwisibongozo+ sakhe ibe Yena wakuva ukucela kwakhe ubabalo wambuyisela eYerusalem ebukumkanini bakhe;+ wamazi ke uManase uYehova ukuba unguTHIXO oyinyaniso.+