1 Kronike 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+ Ezra 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko ke sazila+ saza sacela+ kuThixo wethu ngokuphathelele oku, kangangokuba wasabela sakumbongoza.+
20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+
23 Ngoko ke sazila+ saza sacela+ kuThixo wethu ngokuphathelele oku, kangangokuba wasabela sakumbongoza.+