Yeremiya 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+ ISityhilelo 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+
7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+
7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+