IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye nimele nidle khona phambi koYehova uThixo+ wenu, nibe nemihlali ngako konke enikwenzileyo,+ nina nezindlu zenu, ngokuba ekusikelele uYehova uThixo wakho.

  • Duteronomi 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wowubhiyozela iintsuku ezisixhenxe umthendeleko+ lowo kaYehova uThixo wakho kuloo ndawo aya kuyinyula uYehova, ngokuba uYehova uThixo wakho uya kukusikelela+ kuyo yonke imveliso yakho nakuko konke esikwenzayo isandla sakho, uzaliswe luvuyo kuphela.+

  • Nehemiya 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye wahlabela mgama wathi kubo: “Hambani, nidle izinto ezinamanqatha nize nisele izinto ezimnandi, nithumele izabelo+ kwabo bebengalungiselelwanga nto; kuba olu suku lungcwele kwiNkosi yethu, ningabi buhlungu, kuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share