2 Kumkani 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Buya umva, uthi kuHezekiya inkokeli+ yabantu bam, ‘Utsho uYehova uTHIXO+ kaDavide ukhokho wakho ukuthi: “Ndiwuvile+ umthandazo wakho.+ Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Yabona ndiyakuphilisa.+ Ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova.+ INdumiso 66:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Enyanisweni uThixo uvile;+Unikele ingqalelo kwilizwi lomthandazo wam.+ Luka 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, ingelosi yathi kuye: “Musa ukoyika, Zekariya, kuba isikhungo sakho siviwe ngokukholekileyo,+ yaye umfazi wakho uElizabhete uya kuba ngunina wonyana wakho, ibe uya kumbiza ngokuba nguYohane+ igama lakhe. IZenzo 10:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 yaza yathi, ‘Korneli, umthandazo wakho uviwe ngokukholekileyo nezipho zakho zenceba zikhunjulwe phambi koThixo.+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
5 “Buya umva, uthi kuHezekiya inkokeli+ yabantu bam, ‘Utsho uYehova uTHIXO+ kaDavide ukhokho wakho ukuthi: “Ndiwuvile+ umthandazo wakho.+ Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Yabona ndiyakuphilisa.+ Ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova.+
13 Noko ke, ingelosi yathi kuye: “Musa ukoyika, Zekariya, kuba isikhungo sakho siviwe ngokukholekileyo,+ yaye umfazi wakho uElizabhete uya kuba ngunina wonyana wakho, ibe uya kumbiza ngokuba nguYohane+ igama lakhe.
31 yaza yathi, ‘Korneli, umthandazo wakho uviwe ngokukholekileyo nezipho zakho zenceba zikhunjulwe phambi koThixo.+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+