Daniyeli 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yahlabela mgama yathi kum: “Musa ukoyika,+ Daniyeli, kuba kususela kumhla wokuqala owayinikelayo intliziyo yakho ekuqondeni+ nasekuzithobeni kwakho phambi koThixo+ wakho amazwi akho avakele, ngoko ke ndize ngenxa yamazwi akho.+
12 Yahlabela mgama yathi kum: “Musa ukoyika,+ Daniyeli, kuba kususela kumhla wokuqala owayinikelayo intliziyo yakho ekuqondeni+ nasekuzithobeni kwakho phambi koThixo+ wakho amazwi akho avakele, ngoko ke ndize ngenxa yamazwi akho.+