2 Samuweli 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku uToyi ukumkani waseHamati+ weva ukuba uDavide uxabele wonke umkhosi wamajoni kaHadadezere.+ 2 Kumkani 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ke eminye imicimbi kaYerobhoham nako konke awakwenzayo namandla akhe, indlela awalwa ngayo nendlela awabuyisela ngayo iDamasko+ neHamati+ kuYuda kwaSirayeli, akubhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
9 Ke kaloku uToyi ukumkani waseHamati+ weva ukuba uDavide uxabele wonke umkhosi wamajoni kaHadadezere.+
28 Ke eminye imicimbi kaYerobhoham nako konke awakwenzayo namandla akhe, indlela awalwa ngayo nendlela awabuyisela ngayo iDamasko+ neHamati+ kuYuda kwaSirayeli, akubhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?