1 Kumkani 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ukumkanikazi waseShebha+ wayesiva ingxelo ngoSolomon engegama likaYehova.+ Ngoko weza waza wamvavanya ngemibuzo entsonkothileyo.+ Isaya 60:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+ Luka 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ukumkanikazi+ wasemzantsi uya kuvuswa ngomgwebo nabantu besi sizukulwana yaye uya kubagwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba ukuze eve ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koSolomon kulapha.
10 Ke kaloku ukumkanikazi waseShebha+ wayesiva ingxelo ngoSolomon engegama likaYehova.+ Ngoko weza waza wamvavanya ngemibuzo entsonkothileyo.+
6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+
31 Ukumkanikazi+ wasemzantsi uya kuvuswa ngomgwebo nabantu besi sizukulwana yaye uya kubagwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba ukuze eve ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koSolomon kulapha.