IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yaye bonke abantu bomhlaba babefuna ubuso bukaSolomon ukuze beve ubulumko bakhe obabubekwe nguThixo entliziyweni yakhe.+

  • Isaya 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+

  • Luka 21:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share