Duteronomi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa. Duteronomi 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+
8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa.
3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+