Duteronomi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa. Duteronomi 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akazange avume uYehova uThixo wakho ukumphulaphula uBhileham;+ wasuka uYehova uThixo wakho wakuguqulela isiqalekiso saba yintsikelelo,+ kuba wayekuthanda uYehova uThixo wakho.+ INdumiso 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kusinyulela ilifa lethu,+Iqhayiya likaYakobi, amthandileyo.+ Seʹlah. Hoseya 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Xa uSirayeli wayeyinkwenkwe, ndamthanda,+ yaye ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa.+
8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa.
5 Akazange avume uYehova uThixo wakho ukumphulaphula uBhileham;+ wasuka uYehova uThixo wakho wakuguqulela isiqalekiso saba yintsikelelo,+ kuba wayekuthanda uYehova uThixo wakho.+