2 Kronike 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngaloo ndlela ummandla wobukhosi bukaYehoshafati awuzange ube nasiphazamiso, yaye uThixo wakhe waqhubeka emnika ukuphumla macala onke.+ IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
30 Ngaloo ndlela ummandla wobukhosi bukaYehoshafati awuzange ube nasiphazamiso, yaye uThixo wakhe waqhubeka emnika ukuphumla macala onke.+
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+