Yoshuwa 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+ 2 Samuweli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi ke, akuhlala ukumkani endlwini yakhe+ noYehova emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile,+ 2 Kronike 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wonke uYuda waba nemihlali+ ngenxa yesifungo eso; kuba wayefunge ngentliziyo yakhe yonke yaye wakholiswa ngokupheleleyo kukumfuna, ngokokukude abe nokufunyanwa nguye;+ yaye uYehova waqhubeka emnika ukuphumla macala onke.+ IMizekeliso 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+
23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+
7 Kwathi ke, akuhlala ukumkani endlwini yakhe+ noYehova emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile,+
15 Wonke uYuda waba nemihlali+ ngenxa yesifungo eso; kuba wayefunge ngentliziyo yakhe yonke yaye wakholiswa ngokupheleleyo kukumfuna, ngokokukude abe nokufunyanwa nguye;+ yaye uYehova waqhubeka emnika ukuphumla macala onke.+