2 Kronike 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bonke abo baye balungisa intiziyo yabo+ ukuba bafune uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uTHIXO wookhokho babo, nakuba kungengakusulungekiswa koko kungcwele.”+ Isaya 55:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Funani uYehova ngoxa esenokufunyanwa.+ Mbizeni ngoxa esekufuphi.+ Amosi 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Kuba utsho uYehova ukuthi kuyo indlu kaSirayeli, ‘Ndifuneni,+ niqhubeke niphila.+ Zefaniya 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 funani uYehova,+ nonke balulamileyo bomhlaba,+ baqhelisele isigwebo Sakhe. Funani ubulungisa,+ funani ululamo.+ Mhlawumbi+ niya kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+ Mateyu 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.
19 bonke abo baye balungisa intiziyo yabo+ ukuba bafune uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uTHIXO wookhokho babo, nakuba kungengakusulungekiswa koko kungcwele.”+
3 funani uYehova,+ nonke balulamileyo bomhlaba,+ baqhelisele isigwebo Sakhe. Funani ubulungisa,+ funani ululamo.+ Mhlawumbi+ niya kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+
7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.