IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+

  • INdumiso 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ke yena uYehova, ukhangele phantsi koonyana babantu esezulwini,+

      Ukuze abone enoba kukho nabani na onengqiqo, nabani na ofuna uYehova.+

  • Mateyu 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba wonk’ ubani ocelayo uyamkela,+ nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uya kuvulelwa.

  • Luka 13:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Zibhokoxeni+ ngamandla ukungena ngomnyango omxinwa,+ kuba ndithi kuni, baninzi abaya kufuna ukungena kodwa bangakwazi,+

  • Hebhere 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ngoko ke uphindile emva kwexesha elide kangaka wamisa umhla othile, lowo abhekisela kuwo kwindumiso kaDavide ngokuthi “Namhlanje”; kanye njengoko kutshiwo ngasentla ukuthi: “Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share