INdumiso 127:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 127 Ngaphandle kokuba uYehova uyayakha indlu,+Kulilize ukusebenza nzima kwabakhi bayo kuyo.+Ngaphandle kokuba uYehova uyasilinda isixeko,+Kulilize ukuhlala komlindi ephaphile.+ Malaki 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zisani zonke izishumi+ kuvimba, ukuze kubekho ukutya endlwini yam;+ yaye khanincede, nindivavanye, kule nkalo,”+ utsho uYehova wemikhosi, “enoba andiyi kunivulela kusini na amasango ezikhukula emazulwini+ ndize okunene ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungasweleki nto.”+ IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
127 Ngaphandle kokuba uYehova uyayakha indlu,+Kulilize ukusebenza nzima kwabakhi bayo kuyo.+Ngaphandle kokuba uYehova uyasilinda isixeko,+Kulilize ukuhlala komlindi ephaphile.+
10 Zisani zonke izishumi+ kuvimba, ukuze kubekho ukutya endlwini yam;+ yaye khanincede, nindivavanye, kule nkalo,”+ utsho uYehova wemikhosi, “enoba andiyi kunivulela kusini na amasango ezikhukula emazulwini+ ndize okunene ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungasweleki nto.”+
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.