1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ 1 Samuweli 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku, khangela! ndazi kakuhle ukuba wena, nakanjani na, uya kulawula njengokumkani,+ nokuba ngokuqinisekileyo ubukumkani bakwaSirayeli buya kuqhubeka busesandleni sakho.
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
20 Ke kaloku, khangela! ndazi kakuhle ukuba wena, nakanjani na, uya kulawula njengokumkani,+ nokuba ngokuqinisekileyo ubukumkani bakwaSirayeli buya kuqhubeka busesandleni sakho.