Duteronomi 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+ Yeremiya 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Okunene niya kundifuna nize nindifumane,+ kuba niya kundifuna ngentliziyo yenu yonke.+
29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+