IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+

  • Duteronomi 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 wabuyela kuYehova uThixo wakho,+ waliphulaphula ilizwi lakhe njengako konke endikuyalela kona namhlanje, wena noonyana bakho, ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke,+

  • 1 Kumkani 8:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 baze ngokwenene babuyele kuwe ngentliziyo yabo+ yonke nangomphefumlo wabo wonke kwilizwe leentshaba zabo ezabathabatha njengabathinjwa, bathandaze kuwe bejonge kwilizwe labo owalinika ookhokho babo, isixeko osinyulileyo nendlu endiyakhele igama lakho;+

  • Yeremiya 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share