2 Kronike 32:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ekugqibeleni uHezekiya walala kookhokho bakhe,+ wangcwatyelwa kwinduli yamangcwaba oonyana bakaDavide;+ yaye uYuda wonke nabemi baseYerusalem bamenzela imbeko ekufeni kwakhe.+ Yaye uManase+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
33 Ekugqibeleni uHezekiya walala kookhokho bakhe,+ wangcwatyelwa kwinduli yamangcwaba oonyana bakaDavide;+ yaye uYuda wonke nabemi baseYerusalem bamenzela imbeko ekufeni kwakhe.+ Yaye uManase+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.