Luka 23:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 baza babuya, balungisa iziqholo neeoli zobulawu.+ Kodwa baphumla ngesabatha+ ngokomyalelo. Yohane 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke uYesu wathi: “Myekeni, asenze esi sithethe ngenxa yemini yokungcwatywa kwam.+