IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Siphawuleni isibakala sokuba uYehova eninike isabatha.+ Kungenxa yoko le nto ngomhla wesithandathu eninika isonka semihla emibini. Ngamnye kuni makahlale endaweni yakhe.+ Makungabikho bani uphumayo endaweni yakhe ngomhla wesixhenxe.”

  • Eksodus 20:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Wukhumbule umhla wesabatha ukuba uwungcwalise,+

  • Eksodus 31:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe.

  • Duteronomi 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Gcina umhla wesabatha, uwungcwalise, kanye njengoko wakuyalelayo uYehova uThixo wakho,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share