IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+

  • 2 Kronike 26:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Waqhubeka ethambekele ekufuneni+ uThixo ngemihla kaZekariya, umyaleli wokoyika uTHIXO oyinyaniso;+ yaye, ngemihla yokufuna kwakhe uYehova, uTHIXO oyinyaniso wamenza waphumelela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share