IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+

  • 2 Kronike 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko wathi kuYuda: “Masizakhe ezi zixeko size senze iindonga+ ezijikelezileyo neenqaba,+ iingcango ezingambini nemivalo.+ Kuba ilizwe lisephambi kwethu, ngenxa yokuba siye safuna uYehova uThixo wethu.+ Simfunile, yena usinike ukuphumla macala onke.”+ Baqhubeka besakha baba nempumelelo.+

  • 2 Kronike 17:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba wafuna+ uTHIXO kayise waza wahamba ngomyalelo wakhe,+ akenza ngokwesenzo sikaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share