2 Samuweli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+
2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+