2 Kumkani 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga.
4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga.