2 Kronike 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wahlabela mgama wakha izixeko ezinqatyisiweyo kwaYuda,+ kuba ilizwe lalingenasiphazamiso; kwakungekho mfazwe nxamnye naye ngaloo minyaka, kuba uYehova wamnika ukuphumla.+
6 Yaye wahlabela mgama wakha izixeko ezinqatyisiweyo kwaYuda,+ kuba ilizwe lalingenasiphazamiso; kwakungekho mfazwe nxamnye naye ngaloo minyaka, kuba uYehova wamnika ukuphumla.+