Yoshuwa 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+ 2 Kronike 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wonke uYuda waba nemihlali+ ngenxa yesifungo eso; kuba wayefunge ngentliziyo yakhe yonke yaye wakholiswa ngokupheleleyo kukumfuna, ngokokukude abe nokufunyanwa nguye;+ yaye uYehova waqhubeka emnika ukuphumla macala onke.+ INdumiso 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uphelisa iimfazwe kuse esiphelweni somhlaba.+Waphula isaphetha nomkhonto;+Iinqwelo uzitshisa emlilweni.+ IMizekeliso 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+
23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+
15 Wonke uYuda waba nemihlali+ ngenxa yesifungo eso; kuba wayefunge ngentliziyo yakhe yonke yaye wakholiswa ngokupheleleyo kukumfuna, ngokokukude abe nokufunyanwa nguye;+ yaye uYehova waqhubeka emnika ukuphumla macala onke.+
9 Uphelisa iimfazwe kuse esiphelweni somhlaba.+Waphula isaphetha nomkhonto;+Iinqwelo uzitshisa emlilweni.+