1 Kumkani 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi embonile uEliya, ngokukhawuleza uAhabhi wathi kuye: “Nguwe na lo, wena umzisela ishwangusha uSirayeli?”+ 1 Kumkani 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UAhabhi wathi kuEliya: “Ngaba undifumene na, lutshaba lwam?”+ yena wathi: “Ndikufumene. ‘Ngenxa yokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova,+ INdumiso 34:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intlekele iya kumbulala lowo ungendawo;+Nabo bamthiyileyo olilungisa baya kugqalwa njengabanetyala.+
17 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi embonile uEliya, ngokukhawuleza uAhabhi wathi kuye: “Nguwe na lo, wena umzisela ishwangusha uSirayeli?”+
20 UAhabhi wathi kuEliya: “Ngaba undifumene na, lutshaba lwam?”+ yena wathi: “Ndikufumene. ‘Ngenxa yokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova,+
21 Intlekele iya kumbulala lowo ungendawo;+Nabo bamthiyileyo olilungisa baya kugqalwa njengabanetyala.+