IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Koba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni ukuthi:+ Ngenyanga yesixhenxe, ngomhla weshumi enyangeni leyo,+ noyixhwalekisa imiphefumlo yenu,+ kungabikho bani owenza nawuphi na umsebenzi,+ enoba yinzalelwane okanye ngumphambukeli ophambukele phakathi kwenu.

  • 1 Kumkani 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko onke amadoda akwaSirayeli ahlanganisana kuKumkani uSolomon ngenyanga enguEtanim emthendelekweni,+ oko kukuthi, inyanga yesixhenxe.+

  • Nehemiya 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko zafumana kubhaliwe emthethweni ukuba uYehova wayeyalele ngoMoses+ ukuba oonyana bakaSirayeli bahlale eminqubeni+ ebudeni bomthendeleko ngenyanga yesixhenxe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share