Eksodus 28:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 “Wobenzela oonyana baka-Aron imiwunduzo,+ ubenzele nemibhinqo, ubenzele kwanezigqubuthelo zentloko+ ukuze babe nozuko nomfaneleko.+ 1 Samuweli 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekugqibeleni ukumkani wathi kuDowegi:+ “Jika wena uze uhlasele aba bingeleli!” Ngoko nangoko uDowegi umEdom+ wajika waza wabahlasela ngokwakhe ababingeleli wabulala+ ngaloo mini amadoda angamashumi asibhozo anesihlanu athwala iefodi+ yelinen.
40 “Wobenzela oonyana baka-Aron imiwunduzo,+ ubenzele nemibhinqo, ubenzele kwanezigqubuthelo zentloko+ ukuze babe nozuko nomfaneleko.+
18 Ekugqibeleni ukumkani wathi kuDowegi:+ “Jika wena uze uhlasele aba bingeleli!” Ngoko nangoko uDowegi umEdom+ wajika waza wabahlasela ngokwakhe ababingeleli wabulala+ ngaloo mini amadoda angamashumi asibhozo anesihlanu athwala iefodi+ yelinen.