IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 25:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko uEsawu wathi kuYakobi: “Nceda, khawulezisa, undiphe ndiginye kule nto ibomvu—loo nto ibomvu, kuba ndidiniwe!” Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama lakhe nguEdom.+

  • Genesis 36:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 inkosana uMagediyeli, inkosana uIram. Ziinkosana zakwaEdom+ ezo ngokokuhlala kwazo ezweni lazo.+ NguEsawu ke lowo uyise wamaEdom.+

  • Numeri 24:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UEdom umele abe lilifa,+

      Ewe, uSehire+ umele abe lilifa leentshaba zakhe,+

      Ngoxa uSirayeli yena ebonakalisa isibindi.

  • 2 Kumkani 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngenxa yoko uYehoram wadlulela eTsahira, nazo zonke iinqwelo. Yaye wavuka ngobusuku waza wawaxabela amaEdom awayemngqongile neentloko zeenqwelo; abantu basaba baya ezintenteni zabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share