Ezra 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngemihla ka-Artashashta, uBhishlam, uMiteredati, uTabheheli nabo bonke abalingane bakhe babhalela uArtashashta ukumkani wasePersi, yaye incwadi leyo yayibhalwe ngoonobumba besiAram yaza yaguqulelwa kulwimi lwesiAram.+ Ezra 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke kaloku emva kokuba umbhalo okhutshelweyo woxwebhu olusemthethweni ka-Artashashta ukumkani ufundwe phambi kukaRehum+ noShimshayi+ umbhali nabalingane babo,+ bahamba ngokukhawuleza baya eYerusalem kumaYuda baza bawayekisa ngezigalo.+ Nehemiya 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje bakuba uSanebhalati+ noTobhiya+ nama-Arabhiya+ nama-Amoni+ nama-Ashdode+ bevile ukuba ukulungiswa kweendonga zeYerusalem kuhambele phambili, kuba amathuba ayesele eqalisile ukuvalwa, bacaphuka kakhulu. Nehemiya 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaphezu koko, iintshaba zethu zaqhubeka zisithi: “Abayi kwazi+ bengayi kubona de sifike phakathi kwabo kanye, yaye ngokuqinisekileyo siya kubabulala size siwumise umsebenzi.”
7 Ngemihla ka-Artashashta, uBhishlam, uMiteredati, uTabheheli nabo bonke abalingane bakhe babhalela uArtashashta ukumkani wasePersi, yaye incwadi leyo yayibhalwe ngoonobumba besiAram yaza yaguqulelwa kulwimi lwesiAram.+
23 Ke kaloku emva kokuba umbhalo okhutshelweyo woxwebhu olusemthethweni ka-Artashashta ukumkani ufundwe phambi kukaRehum+ noShimshayi+ umbhali nabalingane babo,+ bahamba ngokukhawuleza baya eYerusalem kumaYuda baza bawayekisa ngezigalo.+
7 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje bakuba uSanebhalati+ noTobhiya+ nama-Arabhiya+ nama-Amoni+ nama-Ashdode+ bevile ukuba ukulungiswa kweendonga zeYerusalem kuhambele phambili, kuba amathuba ayesele eqalisile ukuvalwa, bacaphuka kakhulu.
11 Ngaphezu koko, iintshaba zethu zaqhubeka zisithi: “Abayi kwazi+ bengayi kubona de sifike phakathi kwabo kanye, yaye ngokuqinisekileyo siya kubabulala size siwumise umsebenzi.”