Amosi 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu koonyana baka-Amoni,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku,+ ngenxa yokuqhaqha kwabo abafazi abamithiyo baseGiliyadi, ngenjongo yokwandisa ummandla wabo.+
13 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu koonyana baka-Amoni,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku,+ ngenxa yokuqhaqha kwabo abafazi abamithiyo baseGiliyadi, ngenjongo yokwandisa ummandla wabo.+