Nehemiya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, ndabaphendula ndaza ndathi kubo: “UTHIXO wamazulu+ nguye oya kusinika impumelelo,+ kwaye thina, bakhonzi bakhe, siya kusukuma, sakhe; kodwa nina aninasabelo,+ nabango lisesikweni, nasikhumbuzo+ eYerusalem.” Yohane 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ke umfazi ongumSamariya wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba wena, phezu kwako nje ukuba ungumYuda, ucele kum into eselwayo, ndakuba mna ndingumfazi ongumSamariya?” (Kuba amaYuda akanazinkqubano namaSamariya.)+ Yohane 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nina ninqula eningakwaziyo;+ thina sinqula esikwaziyo, kuba usindiso luphuma kumaYuda.+
20 Noko ke, ndabaphendula ndaza ndathi kubo: “UTHIXO wamazulu+ nguye oya kusinika impumelelo,+ kwaye thina, bakhonzi bakhe, siya kusukuma, sakhe; kodwa nina aninasabelo,+ nabango lisesikweni, nasikhumbuzo+ eYerusalem.”
9 Ngoko ke umfazi ongumSamariya wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba wena, phezu kwako nje ukuba ungumYuda, ucele kum into eselwayo, ndakuba mna ndingumfazi ongumSamariya?” (Kuba amaYuda akanazinkqubano namaSamariya.)+