Ezra 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu+ uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem,+ ekwaYuda. Ezra 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Nali ilizwi alibuyisele kuthi, esithi: ‘Singabakhonzi boTHIXO wamazulu nomhlaba,+ yaye sakha indlu eyayakhiwe iminyaka emininzi ngaphambi koku, leyo ukumkani omkhulu wakwaSirayeli wayakhayo wayigqiba.+ Ezra 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Konke oko kuyalelwe+ nguTHIXO wamazulu makwenzelwe indlu kaTHIXO wamazulu+ ngenzondelelo,+ ukuze kungabikho ngqumbo nxamnye nommandla kakumkani noonyana bakhe.+
2 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu+ uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem,+ ekwaYuda.
11 “Nali ilizwi alibuyisele kuthi, esithi: ‘Singabakhonzi boTHIXO wamazulu nomhlaba,+ yaye sakha indlu eyayakhiwe iminyaka emininzi ngaphambi koku, leyo ukumkani omkhulu wakwaSirayeli wayakhayo wayigqiba.+
23 Konke oko kuyalelwe+ nguTHIXO wamazulu makwenzelwe indlu kaTHIXO wamazulu+ ngenzondelelo,+ ukuze kungabikho ngqumbo nxamnye nommandla kakumkani noonyana bakhe.+