Ezra 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko basimisela ngokuqinileyo isibingelelo endaweni yaso,+ kuba bafikelwa kukothuka ngenxa yezizwana zelo lizwe,+ yaye baqalisa ukunikela kuso imibingelelo etshiswayo kuYehova, imibingelelo etshiswayo yakusasa neyangokuhlwa.+ Nehemiya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba bonke babezama ukusoyikisa, besithi: “Izandla zabo+ ziya kuwa emsebenzini ukuze ungenziwa.” Kodwa ngoku yomeleza izandla zam.+
3 Ngoko basimisela ngokuqinileyo isibingelelo endaweni yaso,+ kuba bafikelwa kukothuka ngenxa yezizwana zelo lizwe,+ yaye baqalisa ukunikela kuso imibingelelo etshiswayo kuYehova, imibingelelo etshiswayo yakusasa neyangokuhlwa.+
9 Kuba bonke babezama ukusoyikisa, besithi: “Izandla zabo+ ziya kuwa emsebenzini ukuze ungenziwa.” Kodwa ngoku yomeleza izandla zam.+