IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke nina, yibani nesibindi+ mazingawi izandla zenu,+ ngenxa yokuba kukho umvuzo emsebenzini wenu.”+

  • Ezra 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Abantu belo lizwe baqhubeka bezenza buthathaka+ izandla zabantu bakwaYuda bebatyhafisa neentliziyo ukuba bangakhi,+

  • Isaya 35:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yomelezani izandla ezibuthathaka, niwaqinise amadolo agexayo.+

  • Yeremiya 38:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Iinkosana zathi kukumkani: “Mayibulawe le ndoda,+ kuba ngale ndlela izenza buthathaka izandla zamadoda emfazwe aseleyo kwesi sixeko nezandla zabantu bonke, ngokuthetha kubo ngokwala mazwi.+ Kuba le ndoda ayisifuneli luxolo esi sizwana kodwa intlekele.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share